Go Back to Index page

Phrases

QUESTIONS

Are you married? Utshatile
Are you...? Wena?
Can I help you? Ndingakunceda
Can we get the bill? Singafuman ibili?
For how long...? Kangaka nani?
How are you? Kunjani kuwe?
How much do I owe you? Ndikuthyala malini?
How much...? Kangaka nani
How old are you? Mingaphi iminyaka yakho
How is the weather today? Injani imozulu namhlanji?
What are you doing? Wenza ntoni?
What do you want? Ufuna ntoni?
What is your name? Ngubani igama lakho?
What is your surname? Ngubani ifani yakho?
What is the time? Ngubani ixesha?
Where do you come from? Uvela phi?
Where would you like to go? Ngangathanda ukuyaphi?
Would you like something to drink? Ungathanda isiselo?

ACTIONS AND ACTIVITIES

I am going shopping Ndiyakuthenga
I am going to have a shower Ndizakushawarisha
I play the guitar Ndidhala isiginci
I travel to school by car Ndihamba ngemoto ukuya eskolweni
I water the garden Ndincenceshela igadi
I write with a pen Ndibhala ngosiba

TIME AND PLACE

By the window

Ezifestileni
Good morning/afternoon Molo
Good night Ulale kamnandi
Half past one Licala emva kwentsi yokuqala
Have a bowl of pap for breakfast Yenza isitya sepapa ngesidlo sakusasa
I am eight years old Ndineminyako esibhozo
I go to school during the week Ndiya esikolwe evekini
In the middle Phakathi
I play rugby everyday Ndidlala umboxo yonka imihla
I work long hours Ndisebenza iyure ezinde
Months of the year Iinyanga zonyaka
Summer is here Uhlobo lufikile
Times of the day Ixesha lemini
We are in the month of January Sikwinyanga kaJanuweri

COMMANDS

Brush your teeth Hlamba amazinyo
Close the curtains Vala ikhathini
Do your homework Yenza umsibenzi wasikhaya
Do not disturb Musa ukuphazamisa
Feed the animals Yondla izilwanyana
Get off the phone Yeka imfono-mfono
Go and do your work Hamba uyokwenza umsebenziwakho
Go and read a book Hamba uyokufunda incwadi
Go and watch television Hambo kubukela umabonakude
Go to the toilet Yiya kwigumbi langasese
Lock the window Vala ivestile
Look at the mountain Jonga entabeni
Look at the stars Njonga inkwenkwezi
Make your bed Yodula ibedi yakho
Push your chair in Faka isitulo sakho
Sit at a desk Hlala edesikeni
Sit at the table Hlala etafileni
Sweep the leaves Tshayela amaqabi
Switch on the alarm Cima iAlamu
Switch on the oven Cima iOvani
Tidy the shelf Qoqosha ishelfu
Tidy your room Lungisa ugumbillakho
Turn on the kettle Cima iketile
Turn off the radio Cima unomathotholo
Walk the dog Hambisa inja
Wash your face Hlamba ubuso
Weed the garden Hlakula igadi

PRESENT TENSE VERBS

I love ndithanda
I am Ndinga
I am asking ndiyabuza
I am baking ndiyabhaka
I am buying Ndiyathenga
I am cleaning Ndiyacoca
I am dancing Ndiyadanisa
I am doing Ndiyenza
I am drawing Ndiyazoba
I am dressing Ndiyanxiba
I am drinking Ndiyasela
I am driving Ndiyaqhuba
I am eating Ndiyatya
I am feeling Ndiyava
I am giving Ndiyanika
I am helping Ndiyanceda
I am hiking Ndiyayuka
I am hugging Ndiyagona
I am kissing Ndiyaphuza
I am laughing Ndiyahleka
I am looking Ndiyajonga
I am making Ndiyayenza
I am painting Ndiyapayinta
I am playing Ndiyadlala
I am running Ndiyabaleka
I am singing Ndiyacula
I am smiling Ndiyancuma
I am swimming Ndiyaqubha
I am taking Ndiyathatha
I am talking Ndiyathetha
I am tidying Ndiyaqoqosha
I am tired Ndidiniwe
I am visiting Ndiyadwedwela
I am walking Ndiyahamba
I am watching Ndiyabukela
I am working Ndiyasebenza
I am writing Ndiyabhala

FOOD RELATED PHRASES

I like to eat at a restaurant Ndithanda ukutya erestru
I love to drink juice Ndiyathanda ukusela ijusi
I love to eat pasta Ndiyathand ukutya ipasta
Please butter the bread Nceda qaba isonka
Please make me a cup of tea Nceda ndenzele ikomiki yeti
Put sugar in the coffee Galela iswekile ekofini
Put the cereal back in the cupboard Faka ipapa ekhabhathini
Put the milk in the fridge Faka ubisi ewisibandisi
Put the plates in the dishwasher Faka izitya kwisihlamba zitya

EVERYDAY CONVERSATION

Be careful Lumkela
Congratulations! Wenze kakuhle
Go well Hamba kakuhle
Good luck Ubenentlahla
Happy birthday! Mini emnandi
Hello (one person) Molo
Hello (more than one person) Molweni
Help! Uncedo!
Hope you get better Ngaske uphile
Hurry up! Khawuleza
I am fine thank you Ndisaphila enkosi
I do not want to Andifuni
I feel angry Ndiva indlala
I feel happy Ndonwabile
I am a doctor Ndingugqirha
It is very hot today Kushushu kakhulu namhlanje
I have lots of energy Ndinamandla amaninzi
Instead of Endaweni
My favourite colour is (purple) Ndithanda umbala omsobo
My name is... Igama lam ngu…..
My surname is... Ifani yamngu…
No smoking inside Akutshaywa
Please come in Nceda ngena ngaphakathi
Ring the doorbell Betha ibeli
I am sorry/ excuse me Uxolo
Thank you Enkosi
We are late Silayithi
You are welcome Wamkelekile